Kukho unesi wavele waphuma lonesi kodwa uthami akazange anake uphinde yabuya indoda yayiserhawuthini waphinde wabanzima futhi uthami wazala umntwana oyintombazana owathi ngufusi kuba welama amawele emveni Koko zange uphinde ibuye indoda yayingasafaki nemali Lena kodwa uthami wavakhulisa amantwana bake esiwa evuka nabo baze baphumelela uthami waba nguqhirha udadewabo yena waba nguyinesi bafumana umsebenzi kwisibhedlela esinye baze bathenga idlu apho bakhela umama wabo umzi lona wayengafuni ukuya edolophini ukuyohlala nabo
Uyewabonwa lisoka xa kulapho ke uthami wababiza abantwana bakhe bobabini ebaxelela ngokubonwa lisoka kwakhe uye wathi kuba " bantwana bam ndinikhulisile nade nabadala nafunda naphumelela ngoku akukho nto niyifuna k*m nyabona ujola lona olipolisa ndicinga ukukhe ndihlekisane naye ntonje ndifuna n**i kaloku ndinevakalelo nam
Icwadi kamakayise yenzekazi
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Icwadi kamakayise yenzekazi, Library, Durban.
1Ndinevakalelo Nam
kwakukho intombazane engama linguNomathamsanqa .uNomathamsanqa wazalelwa emthatha kwilali yasemphafane wakhulela khona. Utata wakhe wayesebenza kakuhle ekapha . Umama wakhe wayengoyena ojonge umntwana lowo . Utata wakhe usikwa yifesane xa ebona ikathi ilele eziko ngenene k*mfowabo ondala . Waze wathatha wahamba naye ngelithi uyomzamela indawo yokusebenza . Bebehlala endlini enye bobabini kulapho utatomdala wakhe wafikelwa lidimoni wafakela umfowabo ityhefu . Yamkawulezisa waseleka kwangoko .
Uthe emvakwesifihlo somfowabo wanyazela umama kathami ukuba makade azikhuphe zoke imali zomfowabo ngelithi akakholelwa kwawuthami lona ukuba ngumntwana womfowabo uthengise kwanto yakhe emveni koko wabakhupha kulomzi mhle ebebehlala kuwo wawuthengisela elinye ityendyana ukuba ube ngowalo
Uthe eneminyaka elishumi ndahlanu uthami wagula unina Wade wabhubha utatomdala wakhe wamthabathela kuye kuba kaloku esithi akhomntwana kabhuthi wakhe ongakhulela komnye umzi
Uthe xa landoda unemali ifika kuye isithi ifuna umfazi wabe sele enikela ngaye wafumana inkomo uthami uye emzini eneminyaka elishumi ndahlanu kuthe kusenjalo wabanzima uthami
Uthe xa sele esiya kulanto yomlungu iveza ukuba yintoni lomntwana wafika tyhi ngamawele anagakhwenkwe indoda yayiserhawuthini apho yayisebenza khona
Kuthe xa kufika ixesha lokuzala omanesi s**a amvezela umntwana omnye . Uyewabuzisa ngelinye iwele kwathiwa umntwana wakhe umnye uye wakhala wathi "tyhini bawo ngku besele ndisithi kuzaba nguLunathi noLuthando ababantwana xa sele emnye mayibe nguLunathi ngobayena unathi" phofu lento uyithetha k
Inene uthixo unenjongo nga
Ayizange iphinde ibuye indoda ke phofu ibibondla abantwana Bayo . UNomathasanqa uye wabafundisa bande baphumelela omnye ebenguqhirha omnye engumcubunguli wamatyala imantyi
Uye waqala ukuladela ivakalelo zakhe waxelela abantwana bakhe ukuba unemvakalelo naye abantwana abazange bathethe nto nto nje bamcela ukuba aze angaphinde avumele indonda idlale ngaye bekhona uye waqala uthandana noJola waqala wabazima
Isihloko sithi inene uthixo unenjongo ngam
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Telephone
Website
Address
Durban
