Molweni fighters. iNqamakhwe yeyethu idinga thina worse ulutsha. Siyabona ba zikhona ezo nezo ezizayo siyancoma
ingqubela xa ikhona so please guys let's Fight for abantu abatsha after this mall siyayidinga I FET College apha eMnquma yile Nqamakwe yethu engenayo...
Ngqamakwe EFF Members
Le page yeyophuhlisa i Ngqamakwe ne Nkonzo Zolutsha namalungelo wabo
09/08/2022
Happy Womans Day To all Ngqamakwean Womans...
Molweni Fighters injongo Zovula le Page kukungaphuhli kwe Ndawo yethu...
1. Bekuzokwakhiwa i Shopping Centre Cwaka kuthwa iNkosi ayivumanga for What? Why inkosi zizobane power ukogqitha uLuntu... Worse luninzi ulutsha beluzofumana imisebenzi kula Project. Makhe Siphakameni sifumaneni iimpendulo nathi Sinelungelo ngendawo yethu..
2. Apha emNquma yile Ngqamakwe yethu le ingena FET College Why abazali bethu abathathi ntweni baninzi abantwana abangafundiyo..masiphakameni please.
Please Masixhasaneni Sizokwazi ufumana iimpendulo...
Share the page uzokhula... Ne post please MaNgqamza enkosi...
22/07/2022
ASIBE RED...
ndiyabulela kakhulu ndukhethe le Page. Indawo engena EFF ayikhuselekanga. If uyaqaphela ngoku i Ngqamakwe yiyo yodwa apha eMnquma engeba FET College.. But yonke lonto ifuna thina bantu batsha sikhulise le Organisation ye EFF please Masi Share le page izokhula wonke umntu wase Ngqamakwe noba uphi sizocebisana
Jonga ngoku u Mr Mpengesi ebezosizama nge Shopping centre. Kuba inkokheli zethu zisengela kuzo zalibala ngabanye abantu abahlwempu nee Oppotunities bezizovela ngomhlaba abangazowenzanto..
Plese Share...
Thank you Guys for Like this Page. For ukwakha nobeka izikhalazo ngenkonzo zoluntu ngenjongo zophuhlisa ikamnva lolutsha lwase Ngqamakwe...
Zininzi izidungo zethu ezingafikiyo kuthi qha asinamkhomba ndlela. Sisonke Leaders and fighters singalwenza utshintsho
Welcome Members
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Telephone
Website
Address
Port Elizabeth
